SONGS

Ringo Madlingozi – Ndiyagodola

AUDIO Ringo - Ndiyagodola MP3 DOWNLOAD

South African singer, songwriter, record producer, and Member of the National Assembly of South Africa, Ringo Madlingozi released a song titled, Ndiyagodola.

RELATED: Ringo Madlingozi – Kum Nakum

QUOTABLE LYRICS

Eh ingubo ezininzi mama
Oh azindincedi (we sthandwa sam)
Awu mama (wo sthandwa sam)
Noba sendizifudumeza
Oh akusebenzi (wo sthandwa sam)

Ingab’uphi we sthandwa sam?
Kuyabanda apha ekhaya
Uzobuya nini oh dali wam?
Mmh ndiyagodola (ndiyagodola)

Khawundixelele mama
Hayi hayi hayi hayi bo
Awundikhumbuli na wena?
Hayi hayi hayi hayi bo
Mna nd’khumbul’ ingoma yethu yo yo
Sofa silahlane mna nawe (ndiyagodola)

Listen to, “Ringo Madlingozi – Ndiyagodola” below;

AUDIO Ringo Madlingozi – Ndiyagodola MP3 DOWNLOAD

DOWNLOAD MP3

Also, check out more from Ringo;

Leave a Comment